Umba wongqamano-ngqo kuguqulo-lwimi kwiincwadi zikaSindiwe Magona: �Kubantwana Babantwana Bam� kwakunye no- �To My Children�s Children�.
dc.contributor.advisor | Mokapela, S | |
dc.contributor.author | Mxunyelwa, Dalutando Maxwell | |
dc.date.accessioned | 2021-03-26T07:34:44Z | |
dc.date.accessioned | 2024-03-25T06:23:44Z | |
dc.date.available | 2021-03-26T07:34:44Z | |
dc.date.available | 2024-03-25T06:23:44Z | |
dc.date.issued | 2020 | |
dc.description | Magister Artium - MA | en_US |
dc.description.abstract | Uguqulo-lwimi lwalungathathelwa ngqalelo kakhulu kuba lwalusetyenziselwa ukufezekisa iinjongo ezithile kuba ubani lowo ezazi iilwimi ezo. Injongo yayikukugqithisa umyalezo wombhalo wolwimi oluguqulwayo/ lwemveli. Ungothuki, mfundi xa kusetyenziswe elinye igama, umzekelo umbhalo wolwimi oluguqulwayo sizakuthi yi-ST, gama elo elisukela kushunqulelo lwesiNgesi u-Source Text. Wona umbhalo wolwimi ekuguqulelwa kulo/ekubhekiswa kulo yi-TT, osukela kushunqulelo lwesiNgesi u-Target Text. Izifundo zoguqulo-lwimi zikhule ngokumandla kwaye zinike umdla omkhulu kwiingcali. Phakathi kwezinye iingcali kungabalulwa uVermeer (1989) oweza nethiyori ekuthiwa siSkoposi. UVermeer ungomnye phakathi kwezinye iingcali ezathatha uguqulo-lwimi njengomsebenzi (function). Uthi, umsebenzi ngamnye uphenjelelwa yinjongo. Kulapho ezinye iingcali zathathela khona ziveza iziseko ezisemthethweni zoguqulo-lwimi ngokomsebenzi. | en_US |
dc.identifier.uri | https://hdl.handle.net/10566/9537 | |
dc.language.iso | en | en_US |
dc.publisher | University of Western Cape | en_US |
dc.rights.holder | University of Western Cape | en_US |
dc.subject | Uguqulo-lwimi | en_US |
dc.subject | Uguqulo ngenjongo | en_US |
dc.subject | Ungqamano-ngqo | en_US |
dc.subject | Indlela yangaphandle | en_US |
dc.subject | Indlela yangaphakathi | en_US |
dc.title | Umba wongqamano-ngqo kuguqulo-lwimi kwiincwadi zikaSindiwe Magona: �Kubantwana Babantwana Bam� kwakunye no- �To My Children�s Children�. | en_US |
dc.title.alternative | (The issue of equivalence in translation in the books of Sindiwe Magona: �Kubantwana Babantwana Bam� and �To My Children�s Children�) | en_US |