Umba wongqamano-ngqo kuguqulo-lwimi kwiincwadi zikaSindiwe Magona: “Kubantwana Babantwana Bam” kwakunye no- “To My Children’s Children”.

dc.contributor.authorMxunyelwa, Dalutando Maxwell
dc.date.accessioned2026-06-09T13:10:40Z
dc.date.available2026-06-09T13:10:40Z
dc.date.issued2020
dc.description.abstractUguqulo-lwimi lwalungathathelwa ngqalelo kakhulu kuba lwalusetyenziselwa ukufezekisa iinjongo ezithile kuba ubani lowo ezazi iilwimi ezo. Injongo yayikukugqithisa umyalezo wombhalo wolwimi oluguqulwayo/ lwemveli. Ungothuki, mfundi xa kusetyenziswe elinye igama, umzekelo umbhalo wolwimi oluguqulwayo sizakuthi yi-ST, gama elo elisukela kushunqulelo lwesiNgesi u-Source Text. Wona umbhalo wolwimi ekuguqulelwa kulo/ekubhekiswa kulo yi-TT, osukela kushunqulelo lwesiNgesi u-Target Text. Izifundo zoguqulo-lwimi zikhule ngokumandla kwaye zinike umdla omkhulu kwiingcali. Phakathi kwezinye iingcali kungabalulwa uVermeer (1989) oweza nethiyori ekuthiwa siSkoposi. UVermeer ungomnye phakathi kwezinye iingcali ezathatha uguqulo-lwimi njengomsebenzi (function). Uthi, umsebenzi ngamnye uphenjelelwa yinjongo. Kulapho ezinye iingcali zathathela khona ziveza iziseko ezisemthethweni zoguqulo-lwimi ngokomsebenzi.
dc.identifier.urihttps://hdl.handle.net/10566/23182
dc.language.isoother
dc.publisherUniveristy of the Western Cape
dc.subjectUguqulo-lwimi
dc.subjectUguqulo ngenjongo
dc.subjectUngqamano-ngqo
dc.subjectIndlela yangaphandle
dc.subjectIndlela yangaphakathi
dc.titleUmba wongqamano-ngqo kuguqulo-lwimi kwiincwadi zikaSindiwe Magona: “Kubantwana Babantwana Bam” kwakunye no- “To My Children’s Children”.
dc.typeThesis

Files

Original bundle

Now showing 1 - 1 of 1
Loading...
Thumbnail Image
Name:
mxunyelwa_m_arts_2020.pdf
Size:
1.29 MB
Format:
Adobe Portable Document Format

License bundle

Now showing 1 - 1 of 1
Loading...
Thumbnail Image
Name:
license.txt
Size:
1.71 KB
Format:
Item-specific license agreed upon to submission
Description: