Uphengululo lwesemantiki yezenzi zonxibelelwano esiXhoseni

dc.contributor.advisorMletshe, Loyiso
dc.contributor.authorQinisile, Aphiwe
dc.date.accessioned2023-05-22T10:19:50Z
dc.date.accessioned2024-03-25T06:23:44Z
dc.date.available2023-05-22T10:19:50Z
dc.date.available2024-03-25T06:23:44Z
dc.date.issued2022
dc.descriptionMasters of Arten_US
dc.description.abstractInjongo zolu phando kukuphonononga izenzi zonxibelelwano esiXhoseni. Impawu zezenzi esiXhoseni ziza kuphononongwa malunga nobume bolwakhiwo lwe-adyumenti (ARGSTR) ubume bolwakhiwo lwekhwaliya (QUALISTR) kunye nobume bolwakhiwo lwesiganeko (EVENTSTR) esiXhoseni. Izenzi zonxibelelwano ziphandwe kusetyenziswa izixhobo zengcingane evelisayo yelekhisikhoni yegama ngokukaPustejovsky (1996). Kulwimi isiXhosa lukhona uphando kwizenzi kodwa lwenziwe kwizenzi ngokubanzi alugxilanga kuhlobo oluthile lwezenzi.en_US
dc.identifier.urihttps://hdl.handle.net/10566/9535
dc.language.isoxhen_US
dc.publisherUniversity of the Western Capeen_US
dc.rights.holderUniversity of the Western Capeen_US
dc.subjectUnxibelelwanoen_US
dc.subjectAfrikaen_US
dc.subjectisiXhosa literatureen_US
dc.subjectInkcubekoen_US
dc.titleUphengululo lwesemantiki yezenzi zonxibelelwano esiXhosenien_US

Files

Original bundle
Now showing 1 - 1 of 1
Loading...
Thumbnail Image
Name:
qinisile_m_art_2022.pdf
Size:
1.17 MB
Format:
Adobe Portable Document Format
License bundle
Now showing 1 - 1 of 1
No Thumbnail Available
Name:
license.txt
Size:
1.71 KB
Format:
Plain Text
Description: